Umle - Engaging Live Performance of a Modern Love Song ๐ถ
Experience a captivating live recording from the 2014 Grahamstown National Arts Festival. 'Umle' explores contemporary relationship struggles through powerful music and storytelling.

Umle
2.7K views โข Jun 9, 2015

About this video
A live recording from the Grahamstown National Arts Festival, during the 2014 tour.
The song depicts modern day relationship woes, which specifies what it means to like someone and they like you back, yet be in the confines of being in a relationship:
Lyrics:
Kudala ndiyambona uyazidla uSweetheart
umana eqwalasela gqithi
esimana sihleli kula "corner"
Ndazipha ixesha mna ndakhe ndiyom'ringer u sweetheart
uthi une outie qha emehlweli akhe inyani ndiyay'bona
uyatshona, hayi uyatshona, kwaye uyay'bona
Ndibulela kwe Nkosi Indiphe lemini
Amazwi ancothuka kwelam ulwimi
ukuba bebe-mbi ngendithethe "quick"
uncumiso, bubuso, ayizo'Magic
Ndibe ndimleqa ubalekele pha
uzisa isithukuthezi
udlala engqondweni yam
Ndibe ndimleqa ubalekele pha
wena uzisa isithukuthezi
udlala engqondweni yam
Kudala ndiyambona uyazidla uSweetheart
umana eqwalasela gqithi
esimana sihle kula "corner"
Ndazipha ixesha mna ndakhe ndiyom'ringer u sweetheart
uthi une outie qha emehweli akhe inyani ndiyay'bona
uyatshona, hayi uyatshona, hayi uyatshona, kwaye uyay'bona
Babe ungazazi, indlela omhle ngayo
ndokucacisela
ndizo kucacisela S'True...

Tags and Topics
Browse our collection to discover more content in these categories.
Video Information
Views
2.7K
Likes
43
Duration
2:46
Published
Jun 9, 2015
User Reviews
4.5
(2) Related Trending Topics
LIVE TRENDSRelated trending topics. Click any trend to explore more videos.